ITestamente eNdala - Iincwadi zoBulumkoIsampulu

Namhlanje lusuku lokuleqa okanye nje ucingisise oko uThixo ebekufundisa kona ezifundweni zakho.
Malunga nesi Sicwangciso

Esi sicwangciso silula siya kukukhokelela kwiincwadi ezintlanu zokuqala zoBulumko-uYobhi, iiNdumiso, iMizekeliso, INtshumayeli, kunye neNgoma yazo iiNgoma. Ngezahluko nje ezimbalwa ekufuneka uzifunde yonke imihla, esi sisicwangciso sihle sesokufunda umntu ngamnye okanye iqela.
More
This Plan was created by YouVersion. For additional information and resources, please visit: www.youversion.com