ITestamente eNdala - Iincwadi zoBulumko
Iintsuku ezi 70
Esi sicwangciso silula siya kukukhokelela kwiincwadi ezintlanu zokuqala zoBulumko-uYobhi, iiNdumiso, iMizekeliso, INtshumayeli, kunye neNgoma yazo iiNgoma. Ngezahluko nje ezimbalwa ekufuneka uzifunde yonke imihla, esi sisicwangciso sihle sesokufunda umntu ngamnye okanye iqela.
Esisicwangciso senziwe ngabakwa YouVersion. Ngeenkcukacha ezithe vetshe kwakunye nezinye izixhobo, nceda undwendwele ku: www.youversion.com
Malunga nomPapashi