ITestamente eNdala - abaProfeti abakhulu

ITestamente eNdala - abaProfeti abakhulu

Iintsuku ezi 60

Esi sicwangciso silula siya kukukhokelela kwiTestamente eNdala abaprofeti abakhulu - uIsaya, uYeremiya, iZililo, uHezekile, noDaniyeli. Ngezahluko nje ezimbalwa zokufunda yonke imihla, esi sicwangciso siya kuba sihle kufundo lomntu ngamnye okanye lweqela.

Esisicwangciso senziwe ngabakwa YouVersion. Ngeenkcukacha ezithe vetshe, nceda undwendwele ku: www.youversion.com
More from YouVersion

I-YouVersion isebenzisa ii cookies ukwenza amava akho abe ngawe. Ngokusebenzisa i-website yethu, uyakwamkela ukusebenzisa kwethu ii cookies njengoko kuchaziwe kuMgaqo-nkqubo wethu