Nqoba ukufaIsampulu

Victory over Death

Usuku 1 LWE 7

Thandaza: Thixo, ndicela udibane nam apha, njengokuba ndikufuna elizwini lakho. Qala ngokugxila kunye nokuvuleka ukuze ubone oko uThixo akubekele kona.

Funda: ngokucothayo indinyana yesiBhalo ekhethiweyo. Qaphela amagama namabinzana akubangela umdla uze uwafunde kabini.
Gxininisa: yintoni ekukrweca intliziyo xa ufunda. Cinga ngendlela uThixo anxibelelana ngayo nawe kweli nqanaba lobomi bakho.

Phendula: ngesisicatshulwa. Thetha noThixo ngqo ngoko kusengqondweni nasentliziyweni yakho. Khangela iindlela zokuphila lento uyityhilelweyo.

  

Bonke abafundi bethu baneendlela ezahlukeneyo abathi badibane ngazo noThixo. Siyakumema ukuba ucofe ikhonkco lentanethi elingezantsi, ukuze sifunde ngakumbi ngawe kunye nabafundi abafana nawe. Inxaxheba yakho izakuncedisa umbutho weBhayibhile waseMelika ukuba uqhubeke ukhuphela abantu kwindawo zonke izixhobo zeBhayibhile ezisemgangathweni kwaye izakunceda ekukhokeleni uphuhliso lwezixhobo zebhayibhile ezintsha.

Start Survey  

Usuku 2

Malunga nesi Sicwangciso

Victory over Death

Sihlala sixelelwa ukuba, "Bunjalo ubomi," kodwa amazwi aqhelekileyo okuthuthuza awazinciphisi iintlungu zolwamvila lokuphulukana nomntu omthandayo. Funda ukubalekela kuThixo xa ujamelene nemicelimngeni enzima ebomini.

More

We would like to thank American Bible Society for their generosity in providing this Uncover the Word reading plan. To learn more about Uncover the Word, please visit: www.AmericanBible.org