Ukuthozama
Iintsuku ezi 3
Ukuthozama kungaphezu kwesinxibo—kuyimbonakaliso yentliziyo nesimo sengqondo sethu kuThixo nakwabanye. Kubandakanya ukuthobeka, ukuzihlonela nokubeka uThixo kuzo zonke iinkalo zobomi bethu. Esi sicwangciso sokufunda siphonononga imbono yebhayibhile ngokuthozama, sisikhuthaza ukuba samkele indlela yokuphila ezukisa uThixo, exabise ubuhle bangaphakathi, kwaye yalathe abanye kuKristu.
Sithanda ukubulela Donald Mqwathi ngokusinika esi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda undwendwele: facebook.com/donald.mqwathi?_rdc=1&_rdr