Nqoba ukufaIsampulu

Victory over Death

Usuku 7 LWE 7

Thandaza: Thixo, ndicela udibane nam apha, njengokuba ndikufuna elizwini lakho. Qala ngokugxila kunye nokuvuleka ukuze ubone oko uThixo akubekele kona.

Funda: ngokucothayo icandelo lesiBhalo elikhethiweyo. Qaphela amagama namabinzana akubangela umdla uze uwafunde kabini.
Gxininisa: yintoni ekukrweca intliziyo xa ufunda. Cinga ngendlela uThixo anxibelelana ngayo nawe kweli nqanaba lobomi bakho.

Phendula: ngesisicatshulwa. Thetha noThixo ngqo ngoko kusengqondweni nasentliziyweni yakho. Khangela iindlela zokuphila lento uyityhilelweyo.
Usuku 6

Malunga nesi Sicwangciso

Victory over Death

Sihlala sixelelwa ukuba, "Bunjalo ubomi," kodwa amazwi aqhelekileyo okuthuthuza awazinciphisi iintlungu zolwamvila lokuphulukana nomntu omthandayo. Funda ukubalekela kuThixo xa ujamelene nemicelimngeni enzima ebomini.

More

We would like to thank American Bible Society for their generosity in providing this Uncover the Word reading plan. To learn more about Uncover the Word, please visit: www.AmericanBible.org