IBhayibhile Iphelele Ngaphantsi KonyakaIsampulu
Kufundo lwanamhlanje, ngaba uyasibona isithembiso sokukholosa, umyalelo wokuthobela, inyaniso omawuyamkele, isilumkiso sokuba uthobele, okanye ukhuthazo lokuphumla?
Yintoni oyifundayo ngoThixo, ngawe okanye ngehlabathi?
Ngaba ikho ivesi okanye ingcamango enye oyithandayo namhlanje? Thetha noThixo ngayo.
Yintoni oyifundayo ngoThixo, ngawe okanye ngehlabathi?
Ngaba ikho ivesi okanye ingcamango enye oyithandayo namhlanje? Thetha noThixo ngayo.
Malunga nesi Sicwangciso
Esi Sicwangciso seBhayibhile sihamba kuyo yonke iBhayibhile ngokufundwa kweTestamente eNdala neNtsha yonke imihla. Uyakulandela iTestamente eNdala ngokolandelelwano lwamaxesha, kunye neencwadi, yeNdumiso kunye nabaprofeti ezidityaniswayo njengoko zihambelana nembali. Yonke imihla iquka isicatshulwa esisuka kwiTestamente eNtsha ukubonisa ukuba iBhayibhile ilibali elinye elalatha kuYesu. Rhoqo kusuku lwesixhenxe uyakunqumama ukuze ucamngce ngoko ukufundayo.
More
Sithanda ukubulela iLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku www.life.church