IBhayibhile Iphelele Ngaphantsi KonyakaIsampulu

Whole Bible in Less Than a Year

Usuku 338 LWE 342

Kufundo lwanamhlanje, ngaba uyasibona isithembiso sokukholosa, umyalelo wokuthobela, inyaniso omawuyamkele, isilumkiso sokuba uthobele, okanye ukhuthazo lokuphumla?

Yintoni oyifundayo ngoThixo, ngawe okanye ngehlabathi?

Ngaba ikho ivesi okanye ingcamango enye oyithandayo namhlanje? Thetha noThixo ngayo.
Usuku 337Usuku 339

Malunga nesi Sicwangciso

Whole Bible in Less Than a Year

Esi Sicwangciso seBhayibhile sihamba kuyo yonke iBhayibhile ngokufundwa kweTestamente eNdala neNtsha yonke imihla. Uyakulandela iTestamente eNdala ngokolandelelwano lwamaxesha, kunye neencwadi, yeNdumiso kunye nabaprofeti ezidityaniswayo njengoko zihambelana nembali. Yonke imihla iquka isicatshulwa esisuka kwiTestamente eNtsha ukubonisa ukuba iBhayibhile ilibali elinye elalatha kuYesu. Rhoqo kusuku lwesixhenxe uyakunqumama ukuze ucamngce ngoko ukufundayo.

More

Sithanda ukubulela iLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku www.life.church