KAYOHANE I 4:8-9
KAYOHANE I 4:8-9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa yena ongenalo uthando akamazi uThixo, kuba uThixo uluthando. Nantsi indlela asibonise ukusithanda kwakhe ngayo uThixo: Wathumela uNyana okuphela kwakhe emhlabeni, ukuze thina sidle ubomi ngaye.
KAYOHANE I 4:8-9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo, ngokuba uThixo uluthando. Kwabonakaliswa ngale nto ukusithanda kukaThixo, ngokuthi uThixo amthume ehlabathini uNyana wakhe, ekuphela kwamzeleyo, ukuze sidle ubomi naye.
KAYOHANE I 4:8-9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo; ngokuba uThixo uluthando. Kwabonakaliswa ngale nto ukusithanda kukaThixo, ngokuthi uThixo amthume ehlabathini uNyana wakhe, ekuphela kwamzeleyo, ukuze sidle ubomi naye.
KAYOHANE I 4:8-9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Lowo ungatandiyo akamazanga UTIXO: ngokuba UTIXO elutando. Kuko oku utando LUKATIXO lwabonakaliswa kuti, ukuba unyana wake okupela kwozelweyo UTIXO umtumile ukuza elizweni, ukuze sipile ngaye.