Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:8-9

Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:8-9 XHO1902A

Lowo ungatandiyo akamazanga UTIXO: ngokuba UTIXO elutando. Kuko oku utando LUKATIXO lwabonakaliswa kuti, ukuba unyana wake okupela kwozelweyo UTIXO umtumile ukuza elizweni, ukuze sipile ngaye.