Omnye umntu ubeka umhla othile kunomnye umhla, wumbi ke ubeka imihla yonke. Elowo ke makaqiniseke kweyakhe ingqiqo. Lowo uwunyamekelayo umhla, uwunyamekelela iNkosi; nalowo ungawunyamekeliyo umhla, engawunyamekeli nje, wenzela iNkosi; lowo udlayo, udlela iNkosi, kuba ebulela kuThixo; nalowo ungadliyo, akadli nje, wenzela iNkosi, ube ebulela kuThixo.
Funda KwabaseRoma 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseRoma 14:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo