KWABASEROMA 14:5-6
KWABASEROMA 14:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Omnye okunene ubeka umhla othile kunomnye umhla, wumbi ke ubeka imihla yonke. Elowo nalowo makaqiniseke kweyakhe ingqiqo. Lowo uwunyamekelayo umhla, uwunyamekelela iNkosi; nalowo ungawunyamekeliyo umhla, engawunyamekeli nje, wenzela iNkosi; lowo udlayo, udlela iNkosi, kuba ebulela kuThixo; nalowo ungadliyo, engadli nje, wenzela iNkosi, abe ebulela kuThixo.

KWABASEROMA 14:5-6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Omnye okunene uthi umhla othile ubalulekile kunomnye umhla, wumbi ke uthi imihla iyafana. Elowo ke makaqiniseke kweyakhe ingqiqo. Lowo ke ugcina umhla othile, uwugcinela iNkosi. Lowo utya nakuphi na ukutya, esitya nje, uzinikela eNkosini, kuba ubulela uThixo. Nalowo ungatyi konke ukutya, engatyi nje, uzinikela eNkosini, kuba naye ubulela uThixo.
KWABASEROMA 14:5-6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Omnye umntu ubeka umhla othile kunomnye umhla, wumbi ke ubeka imihla yonke. Elowo ke makaqiniseke kweyakhe ingqiqo. Lowo uwunyamekelayo umhla, uwunyamekelela iNkosi; nalowo ungawunyamekeliyo umhla, engawunyamekeli nje, wenzela iNkosi; lowo udlayo, udlela iNkosi, kuba ebulela kuThixo; nalowo ungadliyo, akadli nje, wenzela iNkosi, ube ebulela kuThixo.
KWABASEROMA 14:5-6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Omnye uyabuka enye imini ngapezu kwenye; omnye uyabuka zonke imini. Mabati abanye ngabanye bakolise ukukolwa kwezabo izimvo. Oyinonelelayo imini, uyayinonelelela INKOSI; kanjalo ongayinoneleliyo imini, akayinoneleleli INKOSI: otyayo, uyatyela INKOSI, ngokuba ebulela KUTIXO; kanjalo ongatyiyo, akatyeli INKOSI, ebulela KUTIXO naye.