Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:5-6

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:5-6 XHO1902A

Omnye uyabuka enye imini ngapezu kwenye; omnye uyabuka zonke imini. Mabati abanye ngabanye bakolise ukukolwa kwezabo izimvo. Oyinonelelayo imini, uyayinonelelela INKOSI; kanjalo ongayinoneleliyo imini, akayinoneleleli INKOSI: otyayo, uyatyela INKOSI, ngokuba ebulela KUTIXO; kanjalo ongatyiyo, akatyeli INKOSI, ebulela KUTIXO naye.