Iindumiso 88:1-2

Iindumiso 88:1-2 CXB24

Ingoma yoonyana bakaKore, nemvumi kaMahalate-Lenon, ingoma kaHeman Moesra. Yehova, Thixo ondisindisayo, Ndikhala phambi kwakho ubusuku nemini. Mawuze phambi kwakho umthandazo wam; kubekele indlebe ukuhlahlamba kwam