IINDUMISO 88:1-2

IINDUMISO 88:1-2 XHO96

Emini ndibhenela kuwe, *Ndikhoyo, Msindisi wam; nasebusuku ndizibika kuwe, Thixo wam. Mawuvakale umthandazo wam kuwe; ndive xa ndikhala kuwe, Thixo wam.