IINDUMISO 88:1-2
IINDUMISO 88:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yehova, Thixo ongumsindisi wam, Mhlenikweni ndikhalayo ebusuku phambi kwakho, Mawuze phambi kwakho umthandazo wam; Thoba indlebe yakho ekuhlahlambeni kwam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 88IINDUMISO 88:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Emini ndibhenela kuwe, *Ndikhoyo, Msindisi wam; nasebusuku ndizibika kuwe, Thixo wam. Mawuvakale umthandazo wam kuwe; ndive xa ndikhala kuwe, Thixo wam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 88