Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Iindumiso 73:25-26

Iindumiso 73:25-26 CXB24

Ndinabani na emazulwini? kwaye akukho namnye ehlabathini endimnqwenelayo, ngaphandle kwakho. Ingaphela inyama yam nentliziyo yam: Iliwa lentliziyo yam, nesabelo sam, nguThixo ngamaxesha onke.