Ndinabani na emazulwini? Ukuba wena ungowam, andilinanze nganto ihlabathi. Ingáphela inyama yam nentliziyo yam: Iliwa lentliziyo yam, nesabelo sam, nguThixo ngonaphakade.
Funda IINDUMISO 73
Share
Compare All Versions: IINDUMISO 73:25-26
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos