IINDUMISO 73:25-26
IINDUMISO 73:25-26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndinabani na emazulwini? Ukuba wena ungowam, andilinanze nganto ihlabathi. Ingáphela inyama yam nentliziyo yam: Iliwa lentliziyo yam, nesabelo sam, nguThixo ngonaphakade.
Share
Funda IINDUMISO 73IINDUMISO 73:25-26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndikholosa ngawe usemazulwini; ungowam nje ke, andilinanze nganto ihlabathi. Umzimba nentliziyo zingade ziphelelwe, wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.
Share
Funda IINDUMISO 73IINDUMISO 73:25-26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndinabani na emazulwini? kwaye akukho namnye ehlabathini endimnqwenelayo, ngaphandle kwakho. Ingaphela inyama yam nentliziyo yam: Iliwa lentliziyo yam, nesabelo sam, nguThixo ngamaxesha onke.
Share
Funda IINDUMISO 73