Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Amaculo 73:25-26

Amaculo 73:25-26 XHO1902A

Ndinabanina ezulwini? nasemhlabeni andinqweneli luto ngapandle kwako. Kuyapela inyama yam nentliziyo yam: kodwa UTIXO uliliwa lentliziyo yam, nesabelwa sam kude kube ngunapakade.