Iindumiso 34:18-19

Iindumiso 34:18-19 CXB24

Usondele uYehova kwabantliziyo yaphukileyo; usindise abatyhafileyo intliziyo. Zininzi iimbandezelo zelungisa, kodwa uYehova uyalihlangula kuzo zonke.