IINDUMISO 34:18-19
IINDUMISO 34:18-19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ùsondele uYehova kwabantliziyo zaphukileyo, Àbasindise abamoya utyumkileyo. Buninzi ububi obulihlelayo ilungisa, Ke uYehova ulihlangula kubo bonke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 34IINDUMISO 34:18-19 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo ukufuphi nâbo badakumbileyo, ebaphakamisa abo baphelelwe lithemba. Zininzi iingxaki ezivelela ilungisa, kodwa uyalikhulula kuzo zonke uNdikhoyo
Yabelana
Funda IINDUMISO 34IINDUMISO 34:18-19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Usondele uYehova kwabantliziyo yaphukileyo; usindise abatyhafileyo intliziyo. Zininzi iimbandezelo zelungisa, kodwa uYehova uyalihlangula kuzo zonke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 34