Nivile ukuba kwathiwa, Uze umthande ummelwane wakho, uluthiye utshaba lwakho. Ke mna ndithi kuni, Zithandeni iintshaba zenu, basikeleleni abo baniqalekisayo, benzeleni okulungileyo abo banithiyayo, nibathandazele abo banigxekayo banitshutshise
Funda uMateyu 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uMateyu 5:43-44
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo