Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

UMATEWU 5:43-44

UMATEWU 5:43-44 XHO96

“Nivile ukuba kwathiwa: ‘Mthande umhlobo wakho, uluthiye utshaba lwakho.’ Ke mna ndithi kuni, zithandeni iintshaba zenu, nibathandazele abo banitshutshisayo