Kwathi kwakusa, babhunga bonke ababingeleli abakhulu namadoda amakhulu abantu ngaye uYesu, ukuba bamsike. Bathe ke bakumbopha, bamrhola, bamnikela kuPontiyo Pilato, irhuluneli.
Funda uMateyu 27
Share
Compare All Versions: uMateyu 27:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos