UMATEYU 27:1-2

UMATEYU 27:1-2 XHO75

Kuthe ke kwakusa, babhunga bonke ababingeleli abakhulu namadoda amakhulu abantu ngaye uYesu, ukuba bambulale. Bathi bakumbopha, bamrhola, bamnikela kuPontiyo Pilato, irhuluneli.