UMATEYU 27:1-2
UMATEYU 27:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu babhunga ngoYesu ngenjongo yokuba abulawe. Bambopha ke uYesu, bemka naye, bamnikela kwirhuluneli uPilato.
Yabelana
Funda UMATEYU 27UMATEYU 27:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuthe ke kwakusa, babhunga bonke ababingeleli abakhulu namadoda amakhulu abantu ngaye uYesu, ukuba bambulale. Bathi bakumbopha, bamrhola, bamnikela kuPontiyo Pilato, irhuluneli.
Yabelana
Funda UMATEYU 27UMATEYU 27:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu babhunga ngoYesu ngenjongo yokuba abulawe. Bambopha ke uYesu, bemka naye, bamnikela kwirhuluneli uPilato.
Yabelana
Funda UMATEYU 27