KEKALOKU kwakuba kusile, bacebisana bonke abaperisite abakulu nabadala babantu ngakuye u‐Yesu, ukuze bamfise. Baza bati bakuba bemnxibile, bamr̔ola, bamnikela ku‐Pontiyusi Pilati kwinkosi.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 27
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 27:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo