Ke niyayazi indlela endihamba ngayo; ukuba uthe wandilinga, ndophuma njengegolide. Unyawo lwam lubambe emanyathelweni akhe, Ndayigcina indlela yakhe, andathi gu bucala. Andisuki emyalelweni womlomo wakhe; Ndawathatha amazwi omlomo wakhe ngaphezu kokutya kwam.
Funda uYobhi 23
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYobhi 23:10-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo