Kuba úyayazi indlela enam; Endicikidile, bendiya kuphuma njengegolide. Unyawo lwam lubambé umkhondo wakhe, Ndayigcina indlela yakhe, andathi gu bucala. Emthethweni wemilebe yomlomo wakhe andisukanga; Ndiwabekile amazwi omlomo wakhe kunowam ummiselo.
Funda UYOBHI 23
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOBHI 23:10-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo