Baliva izwi likaYehova uThixo, ekuhambeni kwakhe emyezweni, kwakuba pholileyo; bazímela uAdam nomkakhe ebusweni bukaYehova uThixo, phakathi kwemithi yomyezo. uYehova uThixo wambiza umntu, wathi kuye, Uphi na?
Funda iGenesis 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 3:8-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo