Basiva isandi sikaYehova uThixo, ehamba emyezweni empepheni yasemini; basuka bazimela uAdam nomkakhe ebusweni bukaYehova uThixo, phakathi kwemithi yomyezo. UYehova uThixo wambiza uAdam, wathi kuye, Ùphi na?
Funda IGENESIS 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IGENESIS 3:8-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo