Kwabase-Efese 5:1-2

Kwabase-Efese 5:1-2 CXB24

Ngoko yibani ngabaxelisa uThixo, ngokwabantwana abaziintanda; nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Kwabase-Efese 5:1-2