KWABASE-EFESE 5:1-2
KWABASE-EFESE 5:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko yibani ngabaxelisa uThixo, ngokwabantwana abaziintánda; nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.
KWABASE-EFESE 5:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Njengoko ke ningabantwana bakaThixo abaziintanda, fuzani yena. Hlalani nithandana kanye ngale ndlela wanithanda ngayo uKrestu. Yena wazincama ngenxa yenu, wazenza umnikelo nedini elivumba limnandi kuThixo.
KWABASE-EFESE 5:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko yibani ngabaxelisa uThixo, ngokwabantwana abaziintanda; nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.
KWABASE-EFESE 5:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yitini ngoko nibe ngabalandeli BAKATIXO, njengabantwana abatandiweyo; nihambe elutandweni, njengokuba no‐Kristu wasitandayo tina, wazinikela ngenxa yetu, umnikelo nedini KUTIXO, abe livumba elimnandi.