KWABASE-EFESE 5:1-2

KWABASE-EFESE 5:1-2 XHO75

Ngoko yibani ngabaxelisa uThixo, ngokwabantwana abaziintánda; nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASE-EFESE 5:1-2