Gcina unyawo lwakho xeshikweni uya endlwini kaThixo; ukuthanda ukuva ngaphezu kombingelelo wezidenge; ngenxa yokuba bengacingi ukuba benza ububi. Musa ukungxama ngomlomo wakho, intliziyo yakho ingaphangi ukuthetha phambi koThixo; ngokuba uThixo usemazulwini, ke wena usehlabathini; ke ngoko amazwi akho kufuneka abe mancinane.
Funda iNtshumayeli 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iNtshumayeli 5:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo