INTSHUMAYELI 5:1-2
INTSHUMAYELI 5:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Gcina unyawo lwakho xeshikweni uya endlwini kaThixo; ukusondela ukuba uve, kungaphezu kokunikela kwezidenge imibingelelo; ngokuba ukungazi kwazo kwenza izinto ezimbi. Musa ukungxama ngomlomo wakho, intliziyo yakho ingaphangi ikhuphe ilizwi phambi koThixo; ngokuba uThixo usemazulwini, ke wena usehlabathini; ngenxa yoko amazwi akho makabe mancinane.
INTSHUMAYELI 5:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Gcina unyawo lwakho xeshikweni uya endlwini kaThixo; ukuthanda ukuva ngaphezu kombingelelo wezidenge; ngenxa yokuba bengacingi ukuba benza ububi. Musa ukungxama ngomlomo wakho, intliziyo yakho ingaphangi ukuthetha phambi koThixo; ngokuba uThixo usemazulwini, ke wena usehlabathini; ke ngoko amazwi akho kufuneka abe mancinane.

INTSHUMAYELI 5:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Lumka, ugqale ukunyathela kwakho xa usiya endlwini kaThixo. Xa usiya khona hamba ngeenjongo zokuphulaphula endaweni yokwenza amadini njengezityhakala ezingaziyo ukuba zenza ubugwenxa. Qiqa phambi kokuba uthethe; musa ukungxama ukwenza izithembiso kuThixo. Kaloku yena usezulwini, ube ke wena ulapha emhlabeni; ngoko ke amazwi akho makabe mbalwa.
INTSHUMAYELI 5:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Gcina unyawo lwakho xeshikweni uya endlwini kaThixo; ukuthanda ukuva ngaphezu kombingelelo wezidenge; ngenxa yokuba bengacingi ukuba benza ububi. Musa ukungxama ngomlomo wakho, intliziyo yakho ingaphangi ukuthetha phambi koThixo; ngokuba uThixo usemazulwini, ke wena usehlabathini; ke ngoko amazwi akho kufuneka abe mancinane.
INTSHUMAYELI 5:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
GCINA unyawo lwako nxa uyayo endlwini KATIXO, ube kufupi ukuba uve, ngapezu kwokuba ulinike idini lezidenge: ngokuba zona zingazi ukuba ziyenza okubi. Unganxami ngomlomo wako, nentliziyo yako maingakaulezi ukuku̔pa into ebusweni BUKATIXO: ngokuba UTIXO esezulwini, kanti wena usemhlabeni: ngako oko maabe mancinane amazwi ako