Nina bafazi, walulameleni awenu amadoda, njengoko kufanele eNkosini. Nina madoda, bathandeni abafazi benu, ningabi krakra ngakubo. Nina bantwana, balulameleni abazali benu ezintweni zonke; kuba oko kukholekile kuyo iNkosi. Nina boyise, musani ukubacaphukisa abantwana benu, ukuze bangafi iintliziyo.
Funda KwabaseKolose 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseKolose 3:18-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo