Ayemgibisela ngamatye uStefano, yena ebiza esithi, Nkosi Yesu, wamkele umoya wam. Waguqa ngamadolo, wadanduluka ngezwi elikhulu, esithi, Nkosi, musa ukubabeka tyala ngesi sono. Akutsho walala ubuthongo.
Funda iZenzo 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iZenzo 7:59-60
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo