Wathi ukumkani kuAravena, Hayi! ndiya kusithenga ngexabiso kuwe; yaye ndiya kwenzela uYehova uThixo wam iminikelo etshiswayo endingayihlawulanga. uDavide wathenga isanda neenkomo ngeeshekele zesilivere ezimashumi mahlanu.
Funda uSamuweli 2 24
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uSamuweli 2 24:24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo