Wathi ukumkani kuAravena, Hayi, ndiya kusithenga ngexabiso kuwe; andiyi kunyusa ndise kuYehova uThixo wam amadini anyukayo endiwazuze ngelizé. Wasithenga ke uDavide isandá neenkomo ezo ngeeshekele• zesilivere ezimashumi mahlanu.
Funda USAMUWELI II 24
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: USAMUWELI II 24:24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo