Wathi uSolomon, Umenzele inceba enkulu umkhonzi wakho uDavide, ubawo, njengoko abehamba phambi kwakho enyanisweni, nangobulungisa, nangentliziyo elungileyo; wambambela olu babalo bukhulu, wada wamnika unyana ukuba ahlale etroneni yakhe, njengoko kunjalo namhla.
Funda oOKumkani 1 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: oOKumkani 1 3:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo