Ubulumko
Iintsuku ezi 12
IsiBhalo siyasikhuthaza ukuba sifune ubulumko ngaphezu kwazo zonke izinto. Kwesi sicwangciso, uya kuphonononga iindinyana ezininzi ngosuku ngalunye ezithetha ngokuthe ngqo ngobulumko-ukuba yintoni, kutheni ibalulekile, kwaye ungayiphuhlisa njani.
Sithanda ukubulela kwabakwa-Immersion Digital, abenzi be-Glo Bible, ngoku sinika esisicwangciso sokufunda sikhethekileyo. Ungazenzela esi sicwangciso nezinye ezinje ngaso usebenzisa i-Glo Bible. Ngenkcukacha ezithe vetshe, nceda undwendwele ku www.globible.com
Malunga nomPapashi