KwabaseKorinte 1 11:25-26

KwabaseKorinte 1 11:25-26 CXB24

Kwangokunjalo yathabatha nayo indebe, emva kokuba kudliwe, isithi, Le ndebe ingumnqophiso omtsha osegazini lam; ngamaxesha onke enisukuba niyisela, oku kwenzeleni ukundikhumbula. Kuba ngamaxesha onke enisukuba nisidla eso sonka, niyisele loo ndebe, niyakwazisa ukufa kweNkosi, ide ifike.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KwabaseKorinte 1 11:25-26