1 KWABASEKORINTE 11:25-26

1 KWABASEKORINTE 11:25-26 XHO96

Kwangokunjalo yayithatha nayo indebe emva kokuba kutyiwe, yathi: “Le ndebe ingumnqophiso omtsha osungulwa ngokuphalala kwegazi lam. Ngamaxesha onke niyisela mayinikhumbuze ngam.” Kuba kaloku ngamaxesha onke nisitya esi sonka, niyisela le ndebe, nivakalisa ukufa kweNkosi, ide ibuye.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne 1 KWABASEKORINTE 11:25-26