KWABASEKORINTE I 11:25-26
KWABASEKORINTE I 11:25-26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwangokunjalo yathabatha nayo indebe, emva kokuba kudliwe, isithi, Le ndebe ingumnqophiso omtsha osegazini lam; ngamaxesha onke enisukuba niyisela, oku kwenzeleni ukundikhumbula. Kuba ngamaxesha onke enisukuba nisidla eso sonka, niyisele loo ndebe, niyakwazisa ukufa kweNkosi, ide ifike.
KWABASEKORINTE I 11:25-26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwangokunjalo yayithatha nayo indebe emva kokuba kutyiwe, yathi: “Le ndebe ingumnqophiso omtsha osungulwa ngokuphalala kwegazi lam. Ngamaxesha onke niyisela mayinikhumbuze ngam.” Kuba kaloku ngamaxesha onke nisitya esi sonka, niyisela le ndebe, nivakalisa ukufa kweNkosi, ide ibuye.
KWABASEKORINTE I 11:25-26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kwangokunjalo yathabatha nayo indebe, emva kokuba kudliwe, isithi, Le ndebe ingumnqophiso omtsha osegazini lam; ngamaxesha onke enisukuba niyisela, oku kwenzeleni ukundikhumbula. Kuba ngamaxesha onke enisukuba nisidla eso sonka, niyisele loo ndebe, niyakwazisa ukufa kweNkosi, ide ifike.
KWABASEKORINTE I 11:25-26 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokunjalo yatabata nendebe, emveni kwokuba kudliwe, isiti: Lendebe ilucebano olutsha egazini lam; kwenzeni oku, onke amaxesha enisukuba niyisela, kube kukukunjulwa kwam. Ngokuba onke amaxesha enisukuba esisonka nisitya nalendebe niyisela, nikushumayela ukufa KWENKOSI, ide ifike.