KWABASEKORINTE I 11:25-26

KWABASEKORINTE I 11:25-26 XHO75

Kwangokunjalo yathabatha nayo indebe, emva kokuba kudliwe, isithi, Le ndebe ingumnqophiso omtsha osegazini lam; ngamaxesha onke enisukuba niyisela, oku kwenzeleni ukundikhumbula. Kuba ngamaxesha onke enisukuba nisidla eso sonka, niyisele loo ndebe, niyakwazisa ukufa kweNkosi, ide ifike.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEKORINTE I 11:25-26