Ndiyateta njengokwabantu ngenxa yobulwelwe benyama yenu. Ngokuba njengokuba amalungu enu nawamisela ukuba zizicaka ekunco̔leni nasekukohlakaleni kube kukukohlakala, kwa njalo kaloku miselani amalungu enu ukuba zizicaka ebulungiseni kube bubungcwele. Ngokuba okuya nibe nizizicaka zesono, nibe nikululekile kubo ubulungisa. Nibe ninesiqa̔mo sinina pofu oko, ngezozinto nizidaneleyo ngoku? ngokuba isipelo sezozinto, kukufa. Kodwa kaloku nikululekisiwe kuso isono, nenzwa izicaka KUTIXO nje, ninesiqa̔mo senu ngasebungcweleni; nesipelo, ninobomi obungunapakade.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6
Share
Compare All Versions: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:19-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos