Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:9-12
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:9-12 XHO1902A
Utando lwenu malube lolungazenzisiyo. Zondani okukohlakeleyo; namatelani kokulungileyo. Ekutandeni abazalwana, yibani nobubele omnye kwomnye; ekubekeni, yenzani ngokupangelana; ekuku̔taleni, ninganqeni; zondelelani emoyeni; konzani ENKOSINI; vuyani etembeni; nyamezelani ebunzimeni; zingisani ekutandazeni