UYEHOVA ungamandla am, nekaka lam; intliziyo yam yatembela kuye, ndancedwa ke: iti ngoko intliziyo yam ivuye kakulu; ndandiya kumdumisa ngeculo lam. UYEHOVA ungamandla abo; uyinqaba yosindiso yomtanjiswa wake yena.
Funda Amaculo 28
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Amaculo 28:7-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo